intro
ndizifundile amabali ooSis'Dolly ndababukela ooRomeo and Juliet,
ndingathethi ngaba DIARY KAZI BANI, CONFESSIONS, blah blah blah. .
Ndim ke uYonela, onguMlambi ifani. Ndingu Mawawa, uMampinge.
¤¤¤¤¤¤¤¤¤¤¤¤¤¤¤¤¤¤¤¤¤
I am a 20 year old girl. In my name ndinoMatric, N6 neLicence.
No comments:
Post a Comment